Izintaba Lyrics
Ngapha nangapha ndiv` amagama am
Bayandibiza, ndiv` ingxolo
Bebecinga ndizoyekelela
Kodwa ndinethamsanqa
Ngapha nangapha ndiv` amagama am
Bayandibiza, ndiv` ingxolo
Bebecinga ndizoyekelela
Kodwa ndinethamsanqa
Kodwa ndinethamsanqa
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk` iintaba ziwela kum
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk` iintaba ziwela kum
Ndivuke kubalel` engqondweni yam
Ndipheth` intliziyo yam ngenzandla
Kodw` ithemba lam likhona
Kuzoba luhlaza ngomso
Kuz` izaqhwithi, kuz` izivunguvungu
Khawuleza khawuleza
Kuz` izaqhwithi, kuz` izivunguvungu
Khawuleza khawuleza
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
https://www.elyricsworld.com/izintaba_lyrics_zahara.html
Macala onke
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk` iintaba ziwela kum
Kuz` izaqhwithi, kuz` izivunguvungu
Khawuleza khawuleza
Kuz` izaqhwithi, kuz` izivunguvungu
Khawuleza khawuleza
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Macala onke
Zonk` iintaba ziwela kum, kum
Kuyadidizela
...