Thandiwe Lyrics
Thandiwe
Thandiwe
Thandiwe
Kwasekuqaleni
Wawungu Thandiwe wam
Ndifuna nokuva nto
Xa ndicinga ndiva ubuhlungu
Izinto zajika Bekutheni na?
Ndisele neengcinga
Ndicinga ngaw` ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe?
Ndicinga ngaw` ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe
Ngoluthando
Nd`cela sihlale sibonisane
Singayek` umhlaba asihlukanise
Kudala siwa mina nawe baby
kodwa sihlala thina sibambile
Ew` emhlaben kunzima
Andifuni ukuphila ngaphandle kwakho
Thandiwe
Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe (Thandiwe)
Thandiwe
(Thandiwe Mntakwethu)Thandiwe wam
(kushiyeke iingicinga)
https://www.elyricsworld.com/thandiwe_lyrics_vusi_nova.html
Ndicinga ngaw ` ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe?
Ndicinga ngaw ` ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe?
Ndicinga ngaw ` ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe?
Ndicinga ngaw ` ubusuku nemini
Mntakwethu kwenze njani
Phakathi kwam nawe?